1 Ookumkani 18:21 XHO75

21 Wafika uEliya ebantwini abo bonke, wathi, Koda kube nini na nimbaxa? Ukuba uYehova nguThixo, landelani yena; ke ukuba nguBhahali uThixo, landelani yena. Àbamphendula nezwi abantu.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:21 kwimeko