1 Ookumkani 18:22 XHO75

22 Wathi uEliya ebantwini, Kusele mna ndodwa umprofeti kaYehova; ke abakaBhahali abaprofeti ngamakhulu amané anamanci amahlanu amadoda.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:22 kwimeko