1 Ookumkani 18:29 XHO75

29 Kwathi emveni kwemini enkulu, baprofeta kwada kwesa ekunyusweni komnikelo wokudla wangokuhlwa; akwabakho lizwi, akwabakho uphendulayo, akwabakho ubeke indlebe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:29 kwimeko