1 Ookumkani 18:30 XHO75

30 Wathi uEliya ebantwini bonke, Sondelani kum apha. Basondela ke abantu bonke kuye. Wabuya wasakha isibingelelo sikaYehova esibe sidiliziwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:30 kwimeko