1 Ookumkani 18:31 XHO75

31 UEliya wathabatha amatye alishumi elinamabini, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, eleza kuye ilizwi likaYehova lisithi, Liya kuba nguSirayeli igama lakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:31 kwimeko