1 Ookumkani 19:13 XHO75

13 Kwathi, akuva uEliya, wabugqubuthela ubuso bakhe ngengubo yakhe enkulu, waphuma wema esangweni lomqolomba; nanko kufika kuye ilizwi, lisithi, Ùyintoni na apha, Eliya?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 19

imbono 1 Ookumkani 19:13 kwimeko