1 Ookumkani 19:14 XHO75

14 Wathi, Ndenziwe likhwele ngenxa kaYehova, uThixo wemikhosi; ngokuba bawushiyile umnqophiso wakho oonyana bakaSirayeli, izibingelelo zakho bazigungxula, abaprofeti bakho bababulala ngekrele; ndisele ndedwa; bafuna umphefumlo wam ke, ukuba bawukhuphe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 19

imbono 1 Ookumkani 19:14 kwimeko