1 Ookumkani 19:20 XHO75

20 Wazishiya iinkabi, wabaleka emva koEliya, wathi, Makhe ndiye kwanga ubawo noma, ndikulandele ke. Wathi kuye, Hamba ubuye; ndikwenzé ntoni na?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 19

imbono 1 Ookumkani 19:20 kwimeko