1 Ookumkani 19:21 XHO75

21 Wabuya ke ekumlandeleni, wazithabatha iinkabi zedyokhwe enye, wabingelela ngazo, wayipheka inyama ngeempahla zeenkabi ezo, wanika abantu, badla. Wesuka ke, walandela uEliya, wamlungiselela.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 19

imbono 1 Ookumkani 19:21 kwimeko