1 Ookumkani 20:1 XHO75

1 Ke kaloku uBhen-hadade, ukumkani wama-Aram,* wayibutha yonke impi yakhe; enokumkani abangamashumi amathathu anababini, namahashe, neenqwelo zokulwa; wenyuka, wawungqinga umzi wakwaSamari, walwa nawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:1 kwimeko