1 Ookumkani 19:4 XHO75

4 Wahamba entlango uhambo lwemini enye, waya wahlala phantsi konwele, wazicelela ukuba afe, wathi, Kwanele ngoku, Yehova; wuthabathe umphefumlo wam, ngokuba ndingàlungile ngaphezu koobawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 19

imbono 1 Ookumkani 19:4 kwimeko