1 Ookumkani 2:28 XHO75

28 Lwafika olu daba kuYowabhi; ngokuba uYowabhi wayethelele kuAdoniya, noko wayengathelelanga kuAbhisalom. UYowabhi wasabela ententeni kaYehova, wabambelela ezimpondweni zesibingelelo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:28 kwimeko