1 Ookumkani 2:29 XHO75

29 Waxelelwa ukumkani uSolomon, ukuba uYowabhi usabele ententeni kaYehova; nanko ecaleni lesibingelelo. USolomon wathuma uBhenaya unyana kaYehoyada, wathi, Yiya umgwaze.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:29 kwimeko