1 Ookumkani 2:30 XHO75

30 Waya uBhenaya ententeni kaYehova, wathi kuye, Uthi ukumkani, Phuma. Wathi yena, Hayi; ndiya kufela apha. UBhenaya wambuyisela ukumkani ilizwi, esithi, Wenjenje ukuthetha uYowabhi, wenjenje ukundiphendula.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:30 kwimeko