1 Ookumkani 2:46 XHO75

46 Ukumkani wamwisela ke umthetho uBhenaya unyana kaYehoyada; waphuma wamgwaza, wafa. Ubukumkani baqiniseka esandleni sikaSolomon.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:46 kwimeko