1 Ookumkani 3:1 XHO75

1 USolomon ke wákha ubuhlobo noFaro ukumkani wamaYiputa; wazeka intombi kaFaro, wayizisa emzini kaDavide, wada wayigqiba ukuyakha indlu yakhe, nendlu kaYehova, nodonga lwaseYerusalem ngeenxa zonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 3

imbono 1 Ookumkani 3:1 kwimeko