1 Ookumkani 20:10 XHO75

10 Wathumela uBhen-hadade kuye, wathi, Mabenjenje oothixo kum, baqokele ukwenjenje, ukuba luthe uthuli lwakwaSamari lwalingana ukuzalisa izandla zabantu bonke abandilandelayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:10 kwimeko