1 Ookumkani 20:9 XHO75

9 Wathi ke kubathunywa bakaBhen-hadade, Nothi enkosini yam ukumkani, Yonke into obumthume yona umkhonzi wakho ngokokuqala, ndoyenza; le nto yona andinakuyenza. Bemka ke abathunywa, babuya nelo lizwi.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:9 kwimeko