1 Ookumkani 20:22 XHO75

22 Wafika umprofeti lowa kukumkani wakwaSirayeli, wathi kuye, Hamba uye kuzomeleza, ukúqonde ukubone okwenzayo; ngokuba ukuvela komnyaka, ukumkani wakwa-Aram uya kunyuka alwe nawe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:22 kwimeko