1 Ookumkani 20:23 XHO75

23 Ke kaloku abakhonzi bokumkani bakwa-Aram bathi kuye, Ngoothixo basezintabeni oothixo babo, kuko le nto bomeleleyo kunathi; masilwe nabo ke emathafeni, ukuba asisayi komelela na kunabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:23 kwimeko