1 Ookumkani 20:27 XHO75

27 Babalwa oonyana bakaSirayeli, baxhotyiswa baya kubahlangabeza. Bamisa oonyana bakaSirayeli phambi kwabo, benjengemihlanjana emibini yeebhokhwe; ama-Aram alizalisa ilizwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:27 kwimeko