1 Ookumkani 20:28 XHO75

28 Wafika umfo wakwaThixo, wathi kukumkani wamaSirayeli, Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba ethe ama-Aram, Nguthixo wasezintabeni uYehova, akanguthixo wasezintilini, ndiya kuyinikela esandleni sakho yonke le ngxokolo ingaka, nazi ukuba ndinguYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:28 kwimeko