1 Ookumkani 21:7 XHO75

7 Wathi uIzebhele umkakhe kuye, Wena, abuphethwe nguwe na ngoku ubukumkani bakwaSirayeli? Vuka udle ukudla, ichwayithe intliziyo yakho; ndokunika mna isidiliya sikaNabhoti waseYizereli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:7 kwimeko