1 Ookumkani 22:30 XHO75

30 Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati, Ndiya kuzenza mntu wumbi, ndingene ekulweni; yàmbatha iingubo zakho wena. Wazenza mntu wumbi ukumkani wakwaSirayeli, wangena ekulweni.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:30 kwimeko