1 Ookumkani 22:31 XHO75

31 Ke ukumkani wakwa-Aram wabawisela umthetho abathetheli bakhe beenqwelo zokulwa abamashumi mathathu anababini, wathi, Ize ningalwi nomncinane nomkhulu; yilwani nokumkani wakwaSirayeli yedwa.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:31 kwimeko