1 Ookumkani 22:34 XHO75

34 Wathi umntu watyeda isaphetha, efunisela, watsho kukumkani wakwaSirayeli ekuhlanganeni kwengubo yentsimbi namasondo ayo. Wathi yena kumqhubi wenqwelo yakhe yokulwa, Jika izandla zakho, undise ngaphandle komkhosi, ngokuba ndingxwelerhiwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:34 kwimeko