1 Ookumkani 22:35 XHO75

35 Ukulwa kwenyuka loo mini. Ukumkani wazimisa enqwelweni phambi kwama-Aram, wafa ngokuhlwa; igazi lenxeba lakhe lankcenkceza, laya esiswini senqwelo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:35 kwimeko