41 UYehoshafati, unyana ka-Asa, waba ngukumkani kwaYuda ngomnyaka wesiné ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli.
funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22
imbono 1 Ookumkani 22:41 kwimeko