1 Ookumkani 22:42 XHO75

42 UYehoshafati ube minyaka imashumi mathathu anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba neminyaka emashumi mabini anamihlanu engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAzubha, intombi kaShilehi.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:42 kwimeko