1 Ookumkani 22:43 XHO75

43 Wahamba ngeendlela zonke zika-Asa uyise, akatyeka kuzo; esenza okuthe tye emehlweni kaYehova; kodwa izigánga azisuswanga; abantu babesabingelela beqhumisela ezigangeni.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:43 kwimeko