28 Asiva onke amaSirayeli isigwebo agwebé ngaso ukumkani; amoyika ukumkani; ngokuba ayebona ukuba ubulumko bukaThixo buphakathi kwakhe, ukuba enze isigwebo.
funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 3
imbono 1 Ookumkani 3:28 kwimeko