1 Ookumkani 5:5 XHO75

5 Uyabona, ndithi ndiza kulakhela indlu igama likaYehova uThixo wam, njengoko wakuthethayo uYehova kuDavide ubawo, esithi, Unyana wakho, endiya kumbeka esikhundleni sakho etroneni yakho, nguye oya kulakhela indlu igama lam.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:5 kwimeko