1 Ookumkani 5:6 XHO75

6 Ngoko ke wisa umthetho, bandigawulele imisedare* eLebhanon; abakhonzi bam babe nabakhonzi bakho; ndíkunike umvuzo wabakhonzi bakho, njengako konke owokuthetha; ngokuba uyazi wena, ukuba kuthi apha akukho ndoda ikwaziyo ukugawula imithi njengamaTsidon.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:6 kwimeko