1 Ookumkani 5:7 XHO75

7 Kwathi, akuweva uHiram amazwi kaSolomon, wavuya kunene, wathi, Makabongwe uYehova namhla, omnikileyo uDavide unyana olumkileyo, wokubaphatha aba bantu baninzi kangaka.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:7 kwimeko