1 Ookumkani 7:23 XHO75

23 Wenza ulwandle olutyhidiweyo: lwaziikubhite ezilishumi ukusuka kolunye udini lwalo, kuyiwe kolunye udini lwalo, luyinqila ngeenxa zonke, lwaziikubhite ezintlanu ukuphakama kwalo; kwajikeleza kulo umtya oziikubhite ezimashumi mathathu ngeenxa zonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 7

imbono 1 Ookumkani 7:23 kwimeko