1 Ookumkani 7:24 XHO75

24 Ngaphantsi kodini lwalo ngeenxa zonke yangamathangazana alishumi kubhitini-nye, azunguleza ulwandle olo ngeenxa zonke; eyimikrozo emibini amathangazana, athyidwa nalo ekutyhidweni kwalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 7

imbono 1 Ookumkani 7:24 kwimeko