1 Ookumkani 8:28 XHO75

28 Noko ke kunonelele ukuthandaza komkhonzi wakho, nokutarhuzisa kwakhe, Yehova Thixo wam, ukuphulaphule ukumemelela nokuthandaza, athandaza ngako umkhonzi wakho phambi kwakho namhla;

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:28 kwimeko