1 Ookumkani 8:29 XHO75

29 ukuba amehlo akho akhangèle kule ndlu ubusuku nemini, kwindawo othe, Liya kuba kuyo igama lam; uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho kule ndawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:29 kwimeko