1 Ookumkani 8:41-42 XHO75

41-42 Kananjalo owolunye uhlanga, ongengowabantu bakho amaSirayeli, xa athe wavela ezweni elikude ngenxa yegama lakho (ngokuba baya kuliva igama lakho elikhulu, nesandla sakho esithe nkqi, nengalo yakho eyolukileyo); weza ke lowo, wathandaza ekule ndlu:

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:41-42 kwimeko