1 Ookumkani 8:43 XHO75

43 yiva ke wena emazulwini, endaweni ohlala kuyo, wenze ngako konke athe wakunqula owolunye uhlanga, ukuze zonke izizwe zomhlaba zilazi igama lakho, zikoyike njengabantu bakho amaSirayeli, zazi ukuba ibizwe ngegama lakho le ndlu ndiyakhileyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:43 kwimeko