1 Ookumkani 8:58 XHO75

58 ukuze ayithobele kuye intliziyo yethu, sihambe ngeendlela zakhe zonke, sigcine imithetho yakhe, nemimiselo yakhe, namasiko akhe, njengoko abebawisele umthetho ngako oobawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:58 kwimeko