1 Ookumkani 8:59 XHO75

59 Makathi nala mazwi am, nditarhuzisileyo ngawo phambi koYehova, asondele kuYehova uThixo wethu, imini nobusuku, ukuba amgwebele umkhonzi wakhe, abagwebele abantu bakhe amaSirayeli, into yemini ngemini yayo;

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:59 kwimeko