1 Usamuweli 1:13 XHO75

13 Ke yena uHana wayethethela entliziyweni yakhe, kubebezela imilebe yomlomo wakhe yodwa, ilizwi lakhe lingavakali; uEli waba uyanxila.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 1

imbono 1 Usamuweli 1:13 kwimeko