1 Usamuweli 1:4 XHO75

4 Kwathi ngemini awabingelela ngayo uElikana, wamnika uPenina umkakhe, noonyana bakhe bonke, neentombi zakhe, izabelo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 1

imbono 1 Usamuweli 1:4 kwimeko