1 Usamuweli 1:7 XHO75

7 Wenjenjalo uElikana iminyaka ngeminyaka, xa wenyukayo ukuya endlwini kaYehova; wenjenjalo uPenina ukumqumbisa; uHana walila, akadla.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 1

imbono 1 Usamuweli 1:7 kwimeko