1 Usamuweli 10:11 XHO75

11 Kwathi, bakumbona bonke ababemazi ngaphambili, eprofeta ndawonye nabaprofeti, bathi abantu omnye komnye, Uhliwe yintoni na unyana kaKishe? Ukúbaprofeti noSawule na?

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 10

imbono 1 Usamuweli 10:11 kwimeko