1 Usamuweli 10:21 XHO75

21 Wasisondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokwemizalwane yaso, kwathatyathwa umzalwane wakwaMatri, kwathatyathwa ke uSawule unyana kaKishe. Bamfuna, àbamfumana.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 10

imbono 1 Usamuweli 10:21 kwimeko