1 Usamuweli 10:24 XHO75

24 Wathi uSamuweli kubantu bonke, Niyambona na lo unyuliweyo nguYehova; ukuba akukho unjengaye ebantwini bonke? Baduma bonke abantu, bathi, Makadle ubomi ukumkani!

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 10

imbono 1 Usamuweli 10:24 kwimeko