1 Usamuweli 11:11 XHO75

11 Kwathi ngengomso uSawule wabamisa abantu bazizihlwele ezithathu, bafika phakathi kwempi ngomlindo wokusa, bawabulala ama-Amon yada yafudumala imini. Kwathi aseleyo aphangalaliswa; akwasala kuwo nokuba abe mabini ndaweni-nye.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 11

imbono 1 Usamuweli 11:11 kwimeko