1 Usamuweli 11:15 XHO75

15 Baya ke bonke abantu eGiligali; bamenza ukumkani uSawule phambi koYehova eGiligali apho; wabingelela apho imibingelelo yoxolo phambi koYehova. Bavuya kunene apho ooSawule namadoda onke akwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 11

imbono 1 Usamuweli 11:15 kwimeko